Utitshalakazi ucacisa ngentsholongwane kaGawulayo

Cover thumbnail - Utitshalakazi ucacisa ngentsholongwane kaGawulayo

Utitshalakazi ucacisa ngentsholongwane kaGawulayo

Details

Reading level
Level 2: Early Reader
Language
isiXhosa
Type
Reading book
Storybook
Fiction/Non-fiction
Fiction
Author
Ntombifuthi Ncwayiba
Translator/Versioner
Ntombifuthi Ncwayiba
Illustrator
Simon Mokoena
Publisher
Zenex Foundation
Saide
Organization
Zenex Foundation
Saide
Series
Ulwazi Lwethu African Languages Literacy Project
Country
South Africa
Year of publication
2023
Number of pages
8
Licensing condition
Creative Commons: Attribution 4.0
Blurb:
Kweli bali uSihle uzifumana eyedwa kuba enentsholongwane iHIV. Ngethamsanqa unotitshalakazi oqaphelayo nonenkathalo oncedabonke abantwana esikolweni ukuze bazi indlela esasazeka ngayo le ntsholongwane. Abantwana besikolo bayamamkela kwaye uSihle ufumana abahlobo. Eli bali limalunga nokulunga noxolelwano. Eli bali layilwa laze labhalwa ngesiMpondo ngokubambisana neZiko leMfundo noPhuhliso lwamaPhandle iNelson Mandela Institute for Education and Rural Development, njengenxalenye yeprojekthi yezixhobo zokufunda yeZenex Ulwazi Lwethu ngowama2020.