Book

Cover thumbnail - Asikwazi kudlala kunye

Asikwazi kudlala kunye

Details

Reading level
Level 2: Early Reader
Language
isiXhosa
Type
Reading book
Storybook
Fiction/Non-fiction
Fiction
Author
African Storybook
Translator/Versioner
Sheila Mandlate
Illustrator
Simon Mokoena
Publisher
Zenex Foundation
Saide
Organization
Zenex Foundation
Saide
Series
Ulwazi Lwethu African Languages Literacy Project
Country
South Africa
Year of publication
2023
Number of pages
12
Licensing condition
Creative Commons: Attribution 4.0
Blurb:
Eli bali libonisa amava abantwana malunga nobhubhane --iKhovid-19. Le ncwadi yamabali iyilelwe iZenex Ulwazi Lwethu kwaye isekelwe kwiingxelo zabantwana zeRX Radio. IRX Radio sisikhululo sikanomathotholo sabantwana esikwi-intanethi, esilawulwa ngabantwana sikwalungiselelae abantwana, sisebenzela kwisibhedlele sabantwana iRed Cross War Memorial eKapa.